
VISION
In Community…welcoming,vibrant,transformative,and Spirit led
A church in community – transformative and guided by the Holy Spirit.
Reaching out to all and embracing all, vibrant in interaction and worship, leading to a deepened spirituality.
Embracing change and displaying the true marks of family, service and trustworthiness.
VISIE
In gemeenskap…verwelkomend,lewenskragtig,transformerend, en deur die Heilige Gees gelei
‘n Kerk in gemeenskap – transformerend en gelei deur die Heilige Gees, wat uitreik na almal en almal insluit en aanvaar; lewend(dinamies) in haar interaksie en aanbidding, wat lei tot ‘n dieper spiritualiteit/geestelikheid; oop vir verandering en vertoon die ware kenmerke van familie, diens en betroubaarheid.
UNBONO
Ekuhlaleni… siyamkela,siyashukuma,siyaguqula,sikhokelwa nguMoya.
Icawa ekuhlaleni,eguqulayo ikhokelwa nguMoya oyiNgcwele; icawa eyolula isandla kuluntu lonke nethi ibandakanye wonke umntu imamkele, eshukumayo kunxibelelwano nasekukhonzeni ikhokelela kubumoya obunzulu ilwamkela utshintsho kwaye ibonakalisa iimpawu zokwenene zokuba lusapho,ngokukhonza ngentembeko.
